Ukusokola kwam ndimncinci

Ukusokola kwam ndimncinci Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ukusokola kwam ndimncinci, Grocers, , London.

29/01/2023

2

Siya; akukapheleli apha nana sunqumle ubonge
Mna;kodwa sekwanele,awazi ngemvelaphiyam bhuti kodwa uyandinceda, asazani
Siya;isandla syasihlamba esinye singabantu syancedana
Mma;yeah ndiidinga ulala mna ndyozela
Siya;lala apha phezikwam
Mma;hay bhuti hay hay
Siya;haybo ikhona ingxaki apho (watsho wancuma)
Mma;no but.....
Sya;lala ke
Mma;okay (ndalala beziva safe xa ndilele KU sya, ndive sekungxolwa apha andazi noba yintoni , ndiqaphele ukuba andisekho kusiya ndise bed.ini)
Ndye ndavuka ndaya bekukho inkonzo ndachopha kwalate yadlula ke inkonzo kuze u sya)
Siya;ndyahamba nana kengoku (kwavel'kwathi siiii! Kabuhlungu ndizolala nabani ndzotyani )
Siya;utheni ngathi Uyalila njena
Mma;no ndiryt qha andaz ndzotyani and ngomso ndya eskolweni andzubanayo ilunch
(Uye wangqala epokothweni wakhupha I mali esephepheni)
Sia;nana ina (ibiyi nineclase entle n)ungaze uyikhuphe, wandifaka, ina nantsii imali , I love you okay!
Mma;bendisweli amazwi uk*mbonga u siya bethuna! Enkosii Syasanga kakhulu (uye wandi hugga then he kissed me esidleleni )wahamba

Molweni 🥺

)

28/01/2023

Molweni😚,ndibuye?

15/01/2023

2



Ndothuke , intloko yaam ibuhlungu ndizamile uvusa amehlo , ade avuleka , ndizame uhlanganisa amathambentloko ukuba ndzothini apha , kwaye ndize njan ,xabekutheni,yimibuzo ebendizibuza yona leyo ndiqaphele ukuba kukhona umfana olele apha , ecan'kwam
Ndye ndothuka, bendiziva ndinonxano ndirhalela amanzi, kwaye ndifuna ugoduka ,uye wavuka lo mfana, engemhlle yellow bone lips pink, hayska ndazini ngobuhle mna (uyewathetha)

Yenaa;ndingu siya sanga nana(ndase ndamthi mpanxa ngamehlo)

mna; ndingu ozie
Yenaa;ozie nton ke nana
mna;ozingca bhutii
Yenaa;full Syasanga nana!
Mna;celubuza bhut..
Siya;sukuthi bhuti , uzondigugisa marn wena(watsho wancuma esasmile Sana )
mna;okay bhut'siya I mean siya , ndize njani apha

Siya;okay nana,bendisuka kwi tshom yam ,ndigoduka so ndakutshayisa, plus I ho**er ndyibethile awasuka endlelen, ndizamile ubreaker kwenzeka,ndiiyavuya u vukile (sele ecwengisile)

mna;don't worry siya, ndim obewron g.o) and NDicela uxolo andikhumbuli tuuu!

Siya;kodwa ubungakhombisi ngathi uryt ubunyabile njena, ingaba uryt? Ungandoyiki

Mna;andikho ryt, umama uswelekile and ekhaya ,, kungene ugqirha

Gqirha;uyaphuma nontombi noko kukothuka qha, yitya ezipilisi,uhambe nazo ezi (ndenzenjalo ke)

Siya;uzogoduka njani kowenu kukudenje(worse bendilambile ke mna njeba yena endimele ngomgoduka nje)
mna;don't worry siyasanga ngam yonkinto iyozivelela, thixo ukhona

Siya;akhonto iyozivelela apha I'm here for you , what do you mean actually do you mean uzohambucela hike ndikhona,, awulambanga khona

mna; ha.a ndiryt
Siya;akhokwa wena oryt apha masambe, sayokhwela emotweni sahamba sayotya etown , wandi godusa, ndiimxelele ngomzimba kamama, safownela imoto yazothathu mzimba , besisekhaya ngoku nosiya ,late bekuzongeniswa umthandazo,

mna; siyasanga, Enkosii ngentoyonke ondenzeleyo vha ndyabonga mntase, kakhulu , naaam ndzakunceda ngeny'mini

Sya;.

Ndyebuya

15/01/2023

Ndiyalizma ,ndicebisen klok ndimsha apha ndiyalizama

15/01/2023

Continuation

Ndibaleke ndaphuma ndaza namanzi ndamgelela ngawo
Akavuka Sana , ingqondo yam ibikude asifunea apha , hay one kuthen ndingcongcotheka ndimngakanani nezizinto (only17), ndimogqume ng ngubo ndaphuma ndinyabile , mhlambi umama uzophinde avuke, ndihamba ndilila yhini umama ebelithemba laam lokugqibela , ndive I ho**er yemoto , Ndiyivela kude ndava into etsho entloko , zacima k*m,

Siyasanga"pov's

Igama lam ndingu Siyasanga ,bendisuka kwi bstF yam ndatshayisa umntana oyintombazana, worse ba ndibethe I ho**er akasuka, ..ndimthathe ndamfaka emotweni ndamsa hos, ndamshiya eneneni bendine worry but naye uwtong.o) coz nguye ongasukanga, ebemhlle lomntana marn!

Nkxaso,🥺🥺



Ndi

13/01/2023

1

Bekungomgqibelo , umama esendlini elele kuba ebene ntloko , mna ndsacinga ba ndoyithathaphi into yophekha
Kuba abanttu besebedikiwe sithii,
mnA;mama !
;Cwaka
Mn;mama! (Bendisabhidekile ba kutheni engaphenduli

Ndiye ngaphakathi (ndothuke ndaphantsuwa xa ndiibona uma enamagwebu ewe phantsi
mnA;mama mMa MAAAMA! (eshuk*ma wonke

Ndyeza ne continue ❤️❤️

Mna

13/01/2023

Ndzobhla xa nibay 10

13/01/2023

Intro

Igama lam ndingu ozingca
Ndihlala nomama ndimm ndedwa k*mama , ekhaya syasokola siphila ngamali kamala yegrant umama ngoku semdala, umama akaphilanga tu , elalin nasesikolweni bendihlekwa kuba ndilidlakadlaka

Insert one is coming , reat,com,share

02/01/2023

Page NDicela inkxaso

Address

@wilo
London

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ukusokola kwam ndimncinci posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category