11/11/2024
1
Kusekuseni ndiva
Moncinci:vuka vuka ulala kude kube lelixesha uthi kucleaner bani Kona bantwana bam baphekelwa ngubani
Asiphe:Xolo mama ndiselwe cela uxol..
Moncinci:fusek uthetha uhleli phantsi (qhwaaaa)
Bekusisandi sempama ESO kuqhwanywa asiphe ngumomncinci wakhee
Utata ka asiphe wayephangela egoli eyithumela qho imali
Kungomvulo kulungiselwa ukuya eskholweni
Umomncinci wakhe igama lakhe ngunowezile kweye unabantwana abathathu
Owokuqala una25(girl bambiza ngo lelethu)owebini una23(boy)bambiza ngoyongama)owokugcina na18 (girl bambiza ngo Asanda
Lelethu:Asiphe asiphe ukutheni zinga ayinwanga imphlaza zam emgibisela ngazo mazi ayinwe ker
Yongama:nezam ngokunjalo
Asiphe (egcwengise emhlo)
Uye wazi ayina waqiba wabasela uthe xebuya usanda wabe ezi ayinela ezakhe
Asanda:molo wethu asiphe
Asiphe:molo nawe asanda unjani
Asanda:wabukeka ingathi awukho ryt kwenzekeni
Asiphe:hai ndiryt mntase akukho nto imbi
Baye balungisa bagqiba asanda no lelethu noyongama baphiwa R50 umntu nomntu ngaphandle kuka asiphe bayebahamba ker baya esikolweni
Usiphe wayefunda ugrade11 Beno lelethu
Kanti uyongama no Asanda bebefunda ugrade10 bona
Liyaqhubeka plz lake comment and shareβ₯οΈπππ