Umntu yinkulu zazi

Umntu yinkulu zazi Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Umntu yinkulu zazi, Grocers, pinkipurple@gmail. com, East London.

15/10/2025




"Yheey vuka uzakuba late" ibingumama lowo
mna: Cela ndiphe 5 minutes
mama:Hai Hai vuka uyayaz inqununu yesaskola ingandiphenya ntsasa yonke
mna :(ngomsindo)yhooo Hai ohk nzovuka ker
mama:amanzi sele eshushu embizeni phandle
mna:ohk mama wena caba uyaphi Nah namhlanje DE uvuke early kanje
mama: njengobs uyaz klk bana umadlomo undigxothile funeka ndiyozam klk mantombi
mna:Ohhh besele ndilibala ba ukugxothile kengk mama uzobheka ngaphi
mama :eish Andaz mantombi kodwa funa kuqala Jonge aphelalini ba andifumani ndiwelela kule ingaphesheya
mna:ohhk mama kodwa kuzolunga nngenye imini
mama ,:nawe mantombi ufunde uzondikhupha kulentlupheko
mna:heee yazz ma..(undiwhawul ndingeka gqibi ithetha)
mama :hai ndiyazaz indaba zalibazisa umakoti eqhwesha ndiyakwaz klk wena soze uhlambe yazithanda indaba

ndikhange ndityatyadule kakhulu igama ndingu Sisonke elokhokho ngu Mdukaba ndizalwa ngunomaluzo mdukana noneminyaka engama 36 utata wam andimaz ndizalwa ndidedwa kumama
mna kee ndiyintombi emhlophe ngokwebala andimdanga ndingemfutshananga imilile ke intombi fuze unina ndine afro yam emnyama tshuu ekhaya kukho zindlu ezimbini uront no 2 room we flat

hamba nam ke mfundi ndikuchubele ngobomi bam

target
COMMENTS 5
SHARES 5
LIKES 30

10/10/2025

Supermarket/convenience store

Address

Pinkipurple@gmail. Com
East London

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Umntu yinkulu zazi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category