AFM in South Africa

AFM in South Africa if you believe God follow me

Wathi ke uYesu kuye, Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela,  nangengqo...
16/12/2025

Wathi ke uYesu kuye, Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangengqondo yakho iphela.

Kanti ke kwezo zinto zonke, sisuka soyise sigqithisele,  ngaye owasithandayo.
16/12/2025

Kanti ke kwezo zinto zonke, sisuka soyise sigqithisele, ngaye owasithandayo.

Bulelani kuYehova, ngokuba elungile: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
16/12/2025

Bulelani kuYehova, ngokuba elungile: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.

Bulelani kuThixo wamazulu: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
16/12/2025

Bulelani kuThixo wamazulu: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.

Sikwazile thina, sakholwa kukusithanda kukaThixo. UThixo uluthando; lowo uhleli eluthandweni uhleli kuye uThixo, noThixo...
16/12/2025

Sikwazile thina, sakholwa kukusithanda kukaThixo. UThixo uluthando; lowo uhleli eluthandweni uhleli kuye uThixo, noThixo uhleli kuye.

Kwabonakaliswa ngale nto ukusithanda kukaThixo, ngokuthi uThixo amthume ehlabathini uNyana wakhe, ekuphela kwamzeleyo,  ...
16/12/2025

Kwabonakaliswa ngale nto ukusithanda kukaThixo, ngokuthi uThixo amthume ehlabathini uNyana wakhe, ekuphela kwamzeleyo, ukuze sidle ubomi naye.

15/12/2025

We love him, because he first loved us.

15/12/2025

For the LORD is good; his mercy is everlasting; and his truth endureth to all generations.

15/12/2025

Herein is love, not that we loved God, but that he loved us, and sent his Son to be the propitiation for our sins.

15/12/2025

And we have known and believed the love that God hath to us. God is love; and he that dwelleth in love dwelleth in God, and God in him.

08/12/2025

Ndiya kumisa ubutshaba phakathi kwakho mfazi,ngaphakathi kwambewu yakho nembewu yakhe, yona iya kukutyumnza intloko,wena uya kuyityumza isithende, "Genesis 3:15.

Address

Bhala A/A
Flagstaff

Telephone

+27717038667

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when AFM in South Africa posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to AFM in South Africa:

Share

Category