15/10/2022
Camagu...
Kukho intetha ethi kuthen sithwasa sonke ingathi yi trend ndikhe ndathi tshee enye into and ayikokokuqala ndiybona lento and someone ask me why everyone is initiating?
Sizothwasa sonke de iminyanya yanele or seyigqibile ukwanela ngathi sigulela abantu abangazenge bawele...
Enye into endithe ndayiqaphela abantu bacinga ababantu bathwasayo bathwasela unyanga bonke, hayi wonke umntu uthwasayo uthwasela nyanga nyanga... Omnye uthwasela uphilisa ubuhlwe bakhe okanye uweza ubuhlwebakhe, omnye uthwasela uphilisa ikhaya engakhange abambe ingcambu yonyanga abantu okanye isizwe...
Sizothwasa ke nantsika sigule futhi de ubuhlwele buthi bugqibile bona okanye sele bewelile ngathi, asikathwasi sisezothwasa uba kunyanzelekile kuthwase ihlabathi lonke or ilizwe lonke then so be it. Ndithetha ngabantu abathwasayo ngoba mna ndiya thwasa umntu oyaziyo intwaso uzoyiva lento niyitherthayo kodwa umntu ohambe erugula or ayibambe esinqeni uzobuza kuthen wonke umntu ethwasa ayonto imbi ungazix, ayonto imbi ungaqondi kodwa ubenendlela yobuza.
Sonke siyathwasa, ewe sonke sizothwasa uba kunyanzelekile ngoba klk sigulela amathambo alele ukuthula bazocamagusha abandivayo.