21/11/2024
NDASHIYWA NGU MAMA WAYA EGOLI😭😭😭😭😭😭INSERT10
U YILIWE:ezithethela owu nkosi yam yanga ungangena entlizweni ka Amahle andixolele ngomshiya nomama klk bendisonqena uthwalisa u Mandla umthwalo nomntwana ongengowakhe😭😭😭😭😭😭esathetha njalo kwangena I call from :hlw Doctor Mthethwa kunjani andikuboni espan namhlanje okanye kuba kuyi Friday :hi Sana lwam ndiyaphila nam hayi ndi off namhlanje Caba undikhumbule nhaa sisi and please yeka undibiza Doctor ndingu mama wakho Amahle... watsho enoncumo bethuna ebengalindelanga uba angafounelwa ngu Amahle..
:ok ndiyakuva ke mama nditshuba ndifike apha ekuseni ndafika u Aphiwe evukile u Ntondo wasekhaya and uphile qete akanakwahlaba qhaa zintlungu ndicinga umgodusa kodwa inoba uzawuza no Bhuti Mandla ndizomnika ipilisi zentlungu nezohlamba izitishi...
:wow Sana lwam I'm so proud of you Amahle kunjani ke uba ngomso ungeza apha kwam ke sizohlalani sonke kuba kuyi Saturday sizokwazanani ngcono nam nzokwazi unixelela yonke into why ndakushiyayo and why ndinga goduki...
:ok kulungile nzawuza ngomso kamandi andiyi ndawo..watsho edropa phone engena kwi ward ka Aphiwe wafika evukile eme ngase festileni ufike wabuli molo Aphiwe uziva njani namhlanje???
:ndiyaphila Doc ungakwazi undenzela imvume yogoduka ngk ndiziva ndikhumbula ekhaya khona lixesha elingakanani ndilapha???
:yhooo hayi klk wena une two weeks yonke ulapha ok bendimfounele umama wakho uthi u off namhlanje kodwa uzawugoduswa ngu tatakho ngoba kufanele ndigqithe e police station uyonikisa nge statement uba kwenzeka ntoni ngalamini ngoba lamntu wakudubulayo ubanjiwe...
:yhooo hayi hayi ubanjwa njani lomntu andimfuni ebanjiwe lamntu kodwa enkosi Doc Mthethwa ndimbize ngo Mthethwa kuba bendibona I Name tag yakhe ndatsho ndimbuza ngk wena Doc ungu Mthethwa waphi ngoba apha e Jozi inqabile lo SURNAME ndim nomama qhaaa ooMthethwa??? :ndiye ndazenza ngathi andimazi nzakubalisela ngenye imini but inoba siyazalana.......