13/09/2022
ngaphakathi
Itshayelelo
ingama lam ndingu Khanyisile ndineminyaka eyi 16 ndifunda uGrade 10 ekhaya kuLibode umama nguNolwazi utata Xolisa utata utshate nomnye umama (Nosakhe) kumama sibabini ndim omdala omncinci uyinkwenkwe ngu Akhanya una 10 Uno Tata wakhe yedwa sidibene ngongomama then kutata sibayi 4(Athini ubhuti wam una 21 Uno mama wakhe naye)(ibe ngu lihle nosihle amawele angamantombi ngabaka Nosakhe Bana 16 nabo).umama uyaziphangelela ke ekapa And uyandizama uba ndifane nabanye abantwana Hayi ke yena utata akaxesha lam noba ndenzani phi Kazi kwanto ngam.
Yizani naku umzi omtsha
Like and share ♥️♥️