Sandisiwe thee Story teller

Sandisiwe thee Story teller Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Sandisiwe thee Story teller, Grocers, Joe slovo west . Nkandla Street . . 227, Port Elizabeth.

31/10/2024

Mna : Ungxolela ntonii kengk andizophuma apha kukwam apha Nosakhele Yinton ngaphinde unyuse ilizwi Xa uthetha nam , Bendizo lucela uxolo Ker cc wam qha uvele wanengcwangu utsho Xa unekrexe elitsha uyeke undingxolela ngokufika nokungafiki Kwam ungakhe ulinge wenze obububhanxa ugqibo benza ngoku ukhala phambi kwaba bantwana .ba awukwazi okukulungeleyo Cela uphakame kulo bhedi ucoce lendlu ndisayo zenzela into etyiwayo πŸ˜‰ uyakuthanda UMzo Ava πŸ₯Ίβ™₯️ (Wavele wajonga caleni Sana wakhala😭 waphakama ebhedini).

Nosakhele's Pov

Hee Nina Asile amadoda ukuba kuphelele apha umntu abuye ezindaweni zakhe akugezele . Lonto Uyandoyikisa kwaye utshintshile ngoku . Ndiye ndaphakama ebhedini ndilila ndinjalo Oko endijongile owam umyeni ndivuke ndondlula ibhedi Andikwazanga kunyamezele ubukho bakhe ekamereni undenze nar 🀒😱man Oko ndicinga lamazwi away from thethileyo ndiye ndano msindo ndamgxotha.

Mna Khaphume apha πŸ˜’!

Mzoxolo:Andifuni tshini πŸ˜”

Mna:(she lost her temper) MZOXOLO MZOXOLO MZOXOLO OOO phuma !phuma phumaaaa apha Nomokhwee ndini hamba apha πŸ’”πŸ’”πŸ˜­πŸ˜­ uyandonyanyisa man.

Uphume enyoshoza umzoxolo ekhala uNosakhele ekamereni khange akwazi Noko kuklina uyeke phakathi wakhwela ebhedini wazigquma ngengubo walala .


Mna : Ndicela uphume apha Mzoxolo

31/10/2024

Continuation of insert 3

Mzoxolo again ndifike abantwana bengekho ndangena eroomin ndafika uNosakhele elele khange ndimvuse ,ndiyenda khulula isilamba esindisinxibileyo ndasixhoma kwi hangury edongeni ndithe Xa nditsala icango ndiphuma wothuka wavuka wahlala ngempundu ebhedini wandijonga waqubuda wakhala . Ndiye ndaya kuye ndam hug .

Nosakhele: "Yinton Le ndinga kwenzeli Yona MZOXOLO Le! ikwenza ukuba ungalali nasendlwini yakho .

Mna:hay nantsika yinton NGK ukhala kanga uyayazi nawe ukuba ndibaphi Xa ndingekho apha endlwini ,bazawuthi abantwana Xa ukhala ngoluhlobo πŸ˜’.

Nosakhele: MZOXOLO uthetha nam ngoluhlobo endaweni yokuba uzithobe undibhanxe ke ngokuthi uxolo ,ubungazofa nalapho qha uzimisele entweni embi marn uthetha ngabantwa .uyazazi unabo ow torho isi Aram sendoda engena ntliziyo unabantwana njenge Gama klk wena BHUti.Enye into ungabisatsho ba uxolo yeka andifuni nova phuma Aphaaaaa!!!πŸ’”πŸ€’πŸ˜­

20/07/2024

Umzi wabathembu isiqendu sokuqala continuation

Ndabatshata ngenxa ka Tata nangenxa yesihlalo nobutyebi nelifa .kwaye lidala ixhego sele lizomka yiyo lonto ekhawuleze wandi tshatisa nababafazi abane . ngabanye nje abafana nomomkhulu ngaphandle ko Alimele imaid isicakazana esihle esasebukhosini ekhaya intombi entle enomkhitha first maid yasekhaya abazali bakhe basweleka esenza ematriki Waza nomkhulu wamzisa ekhaya ezocaka wamphatha gadalala ngabanye Abafazi bam kodwa Xa ndikhona abayenzi lonto. Ndisondelene no Alimele imaid isicakazana esihle esasebukhosini ekhaya ngokuba ndimenze udadethu ndamazi Ker ukus**a nokuhlala ndade Ndaba nothando yena akayazi lonto izinto zapaha ebukhosini uyazazi .unembeko.

Ndis**a erhawutini ngempangelo ndiyinjineli engineer ndinashishini amaninzi ndizowachaza as ixesha li hamba ndingene eyadini ndapaka imoto kweza iguards zasebukhosini nemaids weza uAlimele wathatha ibag encume qha engazibona kalili kuba ebambe umthetho .

Ndingene ndlwini kuhleliwe kulungiswa itafile kuzotyiwa. Ndibulisile ndabuza impilo abantu bebevuya bakundibona ngaphandle ko nomkhulu qha engazibonakalisanga.sincokole endlini enkulu utata wandibizela eroomini ndaya .

Tata: tyhini nyana kutheni ungatsho ukuba uyeza. Enye into ikhona into endifuna siyithethe .

Mna : Ewe xhego ndimamele 'khange ndibenathuba lokuxela Kuba umsebenzi mninzi .

Tata:'Oh hay ndiyabona nyana sasithethile ngaba bafazi bakho malunga nenzalo ukuba Xa engekho omnye ongekazali kuzofuneka sifune owesihlanu.

Mna : andikabikho ready Tata kwaye andifuni kuthatha mfazi ndizomthanda kamnandi nawe uyayazi le meko .

Tata:'kalok nyana Wena uzokhanela Intombi ezokuzalela unyana nokuba yeyaserhawuti awuzoyitshata qha .

Me: hay hay xhego Lam Noko Xa ndifuna uMfazi ndizokuxelela hay ukuba ndidlwengule umntwan womntu ngenxa yonyana ayifani nawe le into.intombi ikhona endibonileyo.andikalungi ukuba ndimtshate.

Tata:hay kakubi nyana uxolo ndiyakuva .
Lonto utyebile kwedini ngubani lo ukuphekelayo pha.

20/07/2024

Umzi wabathembu isiqendu sokuqala
Insert1

uLungile ungena endlini enkulu uvela erhawutini ngempangelo uyafika Abafazi bakhe bahlala kowabo ebukhosini .

Lungile 's pov

Igama Lam ndingu Lungile Vusikhaya Tyhali ndinafazi abane ndingu ntondo ekhaya utata akanabantwana k*mama ngaphandle Kwam noxa ndingafunwa ngumfazi ka Tata wokuqala esithi ndililahle yena watshata ngenxa yokuba ephuma ebukhosini utata ehlalisana nomama emngejile kwathiwa Makatshate umomkhulu engamthandi unabantwana abathathu Bano Tata babo utata ufumanise ukuba wabafihla ngokuya babetshata kodwa bona baziveza unina wabafaka iinyoka zokungcolela mna ngenxa yesihlalo nobutyebi .Abafazi bam ndabatshata

Hayini hay yiparty le .otata ebuhlanti . Not etafileni  .uwoh umgidi wecompetion  . UMC uyaphi  .  Hee bethunana.   Hay ...
24/12/2023

Hayini hay yiparty le .otata ebuhlanti . Not etafileni .uwoh umgidi wecompetion . UMC uyaphi . Hee bethunana. Hay mandthule mntam

04/12/2023
" your story teller😭😭
04/12/2023

" your story teller😭😭

29/11/2023

Nalibali mawethu .insert 3 .

UNosakhele khange avuke .abantwana bazivukele . Ngokwabo oko ekhala egumbini lakhe .wabiwa bubuthongo . Uthando wangena egumbini likanina elele wamvusa.wamenzela ukofu wamnika into etyiwayo .ebengatyi tuu ebesitya kancinci elila oko uSimange yena unetshiki .akaqhubi nakakuhle esikolweni .uAmahle noSiphuxolo .ngabona bazisa uncumo bassoon babo .kodwa. abazali baya qhekeka .
Abantwana bayile esikolweni .bonke uThando .waphangela .eshiya umama wakhe ngasemva esalele . Emvakokuba emkile kungene .uMzoxolo umyeni wakhe .ixesha ibungu 7:30 . Ngolwesine .

Mzoxolo's pov .

"Ndingumzoxolo umyeni ka Maradebe . Ndivela kwaMamvulane .kange ndilale endlwini iintsuku zambini .into ebangela lonto.kukuba .bendisela no myira kwaMamvulane .ndalala khona .bendiza buya qha .umsebenzi uyawamninzi ndayakwaMamvulane ..hay noko iimbiza zisatshiloza phakuye kodwa akamodluli unkosikazi wam😎. Enye into uthando ngumntwana ka Mamvulane ..uMamvulane wamshiya esemncinci . Engekabinaye nonyaka .ndandinga phangeli ngoko . Wandishiya. Ndadibana noNosakhele .ndamnika yena wamkhulisa ndathi unina wakhe wasweleka .kodwa yena uyayaz ukuba .usaphila.qha akayazi ukuba umntwana ngoka Mamvulane kuba ndathi lamntwana ukonoNtlalontle .kuba ndandi ngafuni .k*mvisa kabuhlungu .uMamvulane ufuna ubuyelana nam okanye axelele .uNosakhele ngalento .ufuna uthando .kuye .😰

28/11/2023

Continue.

nosakhele pha kwa masthathu .

Nosakhele's pov

Isendim bantase .umasthathu .uye wandikhapha oko besincokola ndifike ngo17:00 .yhuu hay ndiyakwazi uhlala emzini .undkhaphe .wajika geyithini kuba ebemise imbiza . Ndifike. Abantwana kudala bebuyile esikolweni ngaphandle koSimange .ndifike bebukele itv bencokola. ndiyendangena .

Mna :"bantwana bam ninjani.😌

Bona :"momyy / oledi .siyaphila wena .

Mna :"ndimhle kaloku njengesiqhelo. Utata wenu akaka buyi.

Amahle :"hay mama ngoba. Lonto nasekuseni .khange ndimbone khamfonele mama😰.

Mna :"yho hay wethu mahle sana lam andizoyenza leyo .ndizombona xa ebuyile . 😌.

Siphuxolo :"haybo mama njani kengoku .ba wonzakele kulondawo akuyo uzothini waske waphona πŸ˜’.

Mna : "yho yho bethunana khanindimeleni .mdala umzoxolo .uyazazi ukuba uphi .ukuba unikhathalele.ngelapha .icacile ba usahoye lankazana yakhe .kanindehle keh!!!😑😠.

Bona :"inkazana .utata uyacheata mama 😰.

Mna :"ndithe ndiyekeniiii πŸ—£.

Baye bathula bayozivalela ekamereni yabo kwangena uSimange wohlika .emotweni .yeGana walihaga .waliphuza lanyengeza imali .lomntana uphethe iiplastics .yerr😑.

Yena : "marhadebe wam πŸ€—.(wandihaga) . Unjani ntombi.

Mna:" uvelaphi simange .

Yena : ndivela esikolweni .😌

Mna: "esikolweno nikhwela iimoto zamagana ngk simange .heeπŸ˜’.

Yena :" hay. Bo mama .yintoni ngoku wanomsindo. ungenaphi wena uyeke uthatha ooplastic aba utye uvale umlomo..tshii andimdala kengk .πŸ˜ŒπŸ˜›.

Mna:"uthini simange .unendoda ngk uyabhejwa hee umdala neh uyinkazana endala.(ndamfaka impama ndakhupha imvubu ndambetha ngayo .baphuma banqanda. Ndathatha ezazinto ndazitshisa .ukhale wade wayo lala satya isophoro noMahle sayo lala akekho umzoxolo mnxn.

28/11/2023

Continuation.

Mna :" ubuyelene no mamvulane umzoxolo mntase .mna ndimithi 😭😭 njani kengoku. Ndizothini ebantwaneni bam 😭

Yena ;"hay hay cc ungakhe ulinge kaloku ndikhona. Mna .ntombazana qina .ulwele umtshato wakho .ayinguye .lo maradebe ndimaziyo ke lo .obhungane zange bazale ibhetye bhetye kaloku πŸ˜ πŸ’—

Mna;"oh mntaseh .ndithini mfazi ..

Yena :"hoya le yomntwana omthweleyo .uyeke umzoxolo .uzomhoya xa sele ubelekile ..vha .πŸ˜’

Mna :"ndiyakuva mntase inene bendikudinga nyani ubonanje .πŸ™‡πŸ€—. Asoze ndivumele losathana ame emtshatweni wam soze .

Yena:" nanko ke umthimkhulu endimaziyo kemna . πŸ˜› πŸ’—πŸ’—


Mna :"khawenze ikofu .sincokole ezinye wethu .

Yena :"mntase uLiyahluma .uthe umamfene uyathakatha .

Mna:"hay wena nini ngoku

Yena:"izolo sixabene ke nomamfene ngenxa yento endingayaziyo .jiki jiki ngoku .ufuna iyeast k*m .qha kemna ndimnikule.

Mna :"umuncu ke lamfazi wakhe wandilinda kula nkobo nkobo yakhe

Yena :"oh hay s**a ngalamini kuze simbetha πŸ˜­πŸ˜‚πŸ˜‚.

Mna :"ndingu ban mna πŸ˜ŒπŸ˜‚πŸ˜‚.

28/11/2023

Nalibali mawethu insert 2 continue😊

Yena utando: " mama uthetha ukuthink xa usithi ukwaMamvulaneπŸ˜’."khona ukhaliswa yintoni .??

Mna :"mntanam utatakho uyakrexeza .ngoba .umamvulane .wayenomntwana kutatawakho .phambi kokuba sitshate. Lomntwana .asimazi nokuba uphi .ngaphandle kwamntanam .😭😭😭.

Yena utando: "uyayazi nawe m😑ama ukuba mna .ndiyakuthando .nokuba andinguye umntwana wakho kodwa .ndikhuliswe nguwe .akhomamvulane uzazothatha indawo yakho ndikhona .😰😑

Mna:"oh sana lwam wathetha kabuhlungu kangaka .ndiyakuthanda Siphuthando .kwaye uzohlala ungunyana wam wama zibulo.

Yena :"hay s**a wethu .utsho ngamazwi omtshato apha khawuncume .masihambe siyophunga.(faking smile😌)

Mna :"kulungile sana lwam ..(ndaphakama. ndyambona uthando ukuba ayimphathi kakuhle lento qha uyazenzisa )"thando ndicela ungenzi nto ephambeneyo xa efikile uyihlo kukho nabantwana uyandiva.

Yena :"izoxhomekeka keleyoπŸ˜’

Mna;"thando 😠.

Yena:"kulungile ke andizokwenza nto .😌.

Uye wahamba mna ndashiyeka .ndipheka ukutya kwasemini nesoPhoro .nkqi ukufika uMziwoxolo .andizombuza nto ndizoya pha kuMasthathu .ngumhlobo wam omkhulu sikhule kunye kwaye ngoyena dade wethu kelowo. Ndizoya kuye khe ndipholise ingqondo .

Ndilungisile ke ndayakhona .emvakokuba ndiqibile ukupheka .isitixo ndisishiye .kwamheza .
Ndifike ndankqonkqoza .

Mna: "naba abantu 😊

Yena : " uwohh nguwe lo ndive ngo Liya .mntaka bawo .(nguntondo wakhe uliya undebile umhle) "tyhini ntombi ufika ndikucinga sana hee unjani ke Nontombi πŸ€—.

Mna :"ndyaphila cc marn wena unjani .😊.

Yena:"ndyaphila nam sthandwa sam . Khawutsho banjani abantwana .umyeni noba ukuphethe kakuhle ngoba uya shine sanah ingathi uphindile .

Mna: "akhonto ibitheni mntasekhaya .sonwabile .(ndajonga ecaleni 😰).

Yena :"ulilela ntoni xa nonwabile kengoku cc .umithi cc ubunga zazi nah .

Mna : "hay hay ngumhlola wantoni lo uwuthethayo .oww bawo πŸ˜­πŸ˜­πŸ˜­πŸ™‡.

Yena: "Liyema Nosakhele Dala ukhaliswa yintoni kany kanyecc .

Address

Joe Slovo West . Nkandla Street . . 227
Port Elizabeth

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Sandisiwe thee Story teller posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category