16/08/2022
Ziphelile inyanga ingu November ngolu ndigqibezela inviwo zam kubabendisenza ibanga le12. Namhlanje ibiyimini yam yoku gqibela yam esikolweni
Ndifikendabhala ke ndagoduka ndithe ndiseza ndaboni Moto ekhaya ndazibuza inobayekabani nkosiyam lemoto ndiyendagena ke ndafika kukho ubhuti ongango Sisi
Mna: molweni
Lobhuti:eweke girl
Ndithe xandihamba wandijongakakubi u Sisi andamhoya ndahamba ndaya ekamereni yam . Ndifikendabhala ndakhulula ipahla ndanxiba ipjam Kuba bendingazuphinde ndiye mzini
Ndiyendaya e kitchen ndiyozenzela ukutya ndafika u Sisi ehleli yedwa wandijamela
Yhoo inoba uzothini usisika Lolwethu xesike wamjonga kakubi inoba wenzeni mamelani ke bafundi nizova❤️😍