29/08/2024
Intset 1
Uthando lwengista
.kwajola
Ndothuk ndise entle kungene umntu ongumama ndakhumbul kanene ndingulo uthengiswe ngu yise kanene ndizo kwenda utata walimosha iphupho lam
Losis:molo gama lam ndingu mihle umsebenzi walapha Ebukhosini unentlantla ngokwendela apha umhle hlamba uzoya endlini enkulu qha awuzohlambela kulendlu
Me:ohk
SIPHUMILE WANDIBONISA IGUMBI LOBA NDIHLAMBELA NDINGENILE NDAHLAMBA NDALINDA LO CCY
UNGENILE WANDINIK IMPAHLA OHH ZEHLA INYEMBEZ XAKEZONDITHWALISA IKHETSHEMIYA EMNYAMA NDACINGA KANENE NDINGU MENDI
Mihlali:ungaba jongi abantu unde uyongena
Me:ngubani lomntu ndizo kwendel kuye
Mihlali:Basa xabana abafaz benkos okwa ngk yibe uhlala apha coz umfaz omncinci nguye ozale kuqala oh mdala naye uthi ngo wakhe omele abenomfaz kuqala ngoba mdala
Me:yho(utata undenzile)
KUNGENE OMNYE U CCY NDAPHUMA BAYE GUYS ANZONI BHORA NGENTO ZASENDLINI ENKULU KUYALIWE K U NCUMO UMNYENI WAKHE NGOWOMFAZ OMNCINCI U NOPHELO NGOBA WAZALA KUQALA UNDLALIFA U QHAYIYA U NCUMO IGAMA LAKHE LASE MZINI NGU NAKHANE
ndiye ndanza leti k ndanik abantu kwabe kukho nabafaz abazo ncendisa k apha ndiye ndazenzel k guys lo QHAYIYA ndi yamaz ndathi ndisenza grade 10 wabe ephuma yena kodwa zange ndathetha naye umhle umfana unomzimba unoncumo oluhle ohh umhle shem (🤣)
Kude kwa later ndisiwe egumbini Luka QHAYIYA ndafika ndakhulula ndangena emanzini oko ndizimamele ndabe ndidinwe nondinwa ndive umntu ongenayo wavala nyani ndava uyagqitha ngase bathroom ndiye ndaphuma ndathambisa ndabhinqa towel
Qhayiya:molo ccy omhler
Me:ewe
QHAYIYA:unganxiba iskipa sam soya kwi shopping ngomso manjuza
Me:ohk enkosi
Yhu dam lomfana udwebile yeses
Mayibonane later share like comment plz loveyou❤️🩹🫶