Ibali lika Mivuyo:igintsa lam

Ibali lika Mivuyo:igintsa lam Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ibali lika Mivuyo:igintsa lam, Grocers, Paris, Cape Town.

05/04/2026

insert 7

iphumile ke iclass yam utwin wazondithatha, siyile ke etown senza istixo, sithe emva kokuba sigqibile sayotya ndiye ndafuna uyochama
mna: twin ndiya etoilet mn
twin: ufuna ndikukhaphe?
mn: no yeka bhuti nzobuya ngok
twin: okay ukhawuleze ke

ndiyile ke ndachama ndagqiba xa ndiphumayo ndim ndedwa okuletoilet ndithe xa ndivasa izandla ndava ngento engathi sispray emvakoko ndayoba zacima izibane

sivakele

iphelile iten minutes uwele engekabuyi. no ikhona lento ibambileyo ndaphakama ndayomjonga ndafika ingucwaka etoilet ndamfounela yakhala kwalapha ifoun yakhe xandisithi nantsi phantsi ndayigqonda uba ikhona ingxaki ndafounela ubhuti kuba iyeyakhe inumber esekuqaleni
luya: yeah ntwana yam
mna: bhuti ikhona ingxaki
luya: kwenzekani?
mna: besisetown no.iva siyotya qha wathi ufuna uyochama wahamba ke qha kuphela iten minutes engekabuyi so ndaqonda no mandiyomjonga ndifika engekho so cela uzame umjonga please
bhuti: okay ufounele notata ngok
uye wacima ifoun ndafounela utata ndamxelela
tata: yhoo okay iya endlini nzofika ngok
ndiye endlini ke ndafika ndaxelela ootatugaba salinda otata

14/02/2026

ivakele...

bekungujanuary nge20 so besiye varsity e.East London eWUS besithengelwe indlu khona engu5rooms two bedrooms, kitchen, bathroom ne dinning room so besizihlalela notwin besine gaurd eziyitwo utat'uGaba no tat'udladla and bebenobubele shem otata babantu

DAY1
it's our first day evarsity mn bendingena iclass ka11 uSiva ebeneclass ka9 so yena ebezoya kuqala esikolweni uphuma uhalf 11... uvukile ke ngohalf 7 since isikolo singekho kude apha kulendawo sihleli kuyo then walungisa ke wanxiba itracksuit eblack necaps ewhite kanike ne bhutsi eblue ebemhle keshem ubhuti wam bethuna...so umkile ke ndahlala ndedwa ndazenzela ukutya ndatya then ndaclean endlini gqiba ndapheka umphokoqo since utwin ewuthanda then nm ndalungisa ndanxiba iskirt eside eseblack no.one arm opink netekki eblack nekawusi ezimhlophe then ndafaka islab sejean esiblack gqiba andasiqhobosha so ndiye ndaphatha ibag ndafaka ilaptop yam ndahamba ndakhatshwa ngutat'uGaba ndifike esikolweni utwin engekaphumi ndingene iclass ke kwafundiswa ngohalf 11 sanikwa ibreak then ndiphume ndafounela utwin wandikhawulela ndamnika istixo
sivu: komele siyokwenza esinye iskey ubuya kwakho ntanga... awusemhle uyazibona☺️
Mna:: unyanisile kesana ndiyaphuma ngo1 mn so ndifike ulungisile or uzondithatha sidlule etown.. enkosi bhutii nawe umhle nje🥺(umkile ke ndabuyela eklassini nam sagqubekeka safunda)...

14/02/2026

Ndibuyile ngoku zithandwa zam, I hope sizophathana kakuhle njengakuqala. Mncwaa kuni mos.

25/11/2025

cela nindipapashele elibali kukho umntu ofuna abalandeli🥺🥺

23/11/2025

bendiba ndizonibhalela qha anikafiki kulo20 bendithe ndiyamfuna

20/11/2025

ngicela sifike ku20 at least ke okwelikes😔😭

17/11/2025

NZOBUYA NDIQHIBEZELE BANTU BAM

17/11/2025

Insert 5

3 MONTH LATER
NARRATOR
.balifumana mos itwin lika.Ivakele and yena wayezazi enguSingalakha engumjita so baya ezilalini ukuyokwamkela abantwana nokubazisa so emvakoko bebuye apho utata wabo wayobenzela icertificate esitsha since esithi naye ufuna ubathiya abantwana bakhe..bathi kebona abantwana abafuna utsh*tsha kuba besithi bayawathanda amagama wabo and bawathiwa ngabantu ababathandayo so wancama ke utatawabo wathi bazobanamagama amayitwo xa kunjalo nguba naye uyafuna uthiya abantwana bakhe so uIvakele wabangu Siyalakha Ivakele Zulu then uSingalakha wabangu Singalakha Sivakele Zulu so bayofunda ke baya evarsity. uIvakele ufundela ubangu.Doctor uSivakele ufundela ubayi.Lawyer.

Singalakha's POV

yeah nhe I think senindazi..ndikhule kabuhlungu mna ewe ndiyava uba notwin ukhule kabuhlungu but I think ubetter ewe mn bendihlala efamily enemali ndiyifumana yonke into endiyifunayo but kuthe kosweleka umama notata kwicar accident zatsh*tsha izinto ndahlala nomakhulu nomakazi..abobantu bandivise kabuhlungu kakhulu..bebengamanxila babethi xa bebuya ekuseleni bafune ndilale nabo ngenkani and uba bendingayenzi lonto bendibethwa ndiyophuma esibhendlele ndibuye ndingatyi iveki yonke or zibeyitwo iiveki ndangatyi lonto bayiqale emva kusweleke umama notata ndina 14 so 4years ndisenziwa lento..so ndaqhwesha otwin bandifumane sendihlala estratweni..ndiyamsizela utwin wam nguba naye ngonye okhule kabuhlungu yazi and ndiyathanda umntase kakhulu futhi.. for uzichaza uba ndingumntu onjani mna ndiyicoffee colour andikhodark elahlobo likatwin ndingumntu nje ozithuleleyo ngoba ndityiwa yilento and akhonto uyaziyo elento endlini ngaphandle kwotwin and kesana naye umntakamama ulidark kanje ngotata umhle bethuna sislender sam ke.esiya ndingathi uthele u.alakha ngoba uthetha kakhulu xa siyifamily uba ungaphandle ufana nobhuti wakhe athi cwaka..and kesana ndiyayithanda ibond yethu because akhomntu ufihle omnye kumnandi man uhlala

Send a message to learn more

11/11/2025

hii bantu bam..ndizonihlebela umbhali wenu sekezogqiba ubhala so Friday ndigqibizela apho bendiyeke khona so cela nenze ilikes noba ziyi25 so that nzoqhubekeka and ndibenethemba loba noko andiyihambi ndedwa lendlela...

cela umntu inoba enengalike alike noba ngusure kwenzela ndizokwazi.ugqubekeka so cela nityiwe sisazela please 😭😔

but uba anilike.(ongalike nzoblock.a kwibali lam because hai ayiyo kalok le..ndingumntana so ndicela nindixhase nje ngolike please guys andifuni kuphulukana nani so ndiyanicela bantu bam)😭😔🥺❤️

28/10/2025

guys nzonqaba nje kancinci because kuyabhalwa but ndithembeni xa ndingabhali nzozofaka noba incinci🥺ndiyanithanda kenhe❤️❤️‍🩹😔

17/10/2025

Insert 4

Bekusekuseni bavuka abantu bakwaZulu kwenziwa ibreak fast kwatyiwa
Mzingisile: bendicinga siyiqale kwangok lemeeting yethu kwenzela kuhanjwe kuyothengelwa uIvakele iimpahla kwakunye nezinye izinto
Sindiswa: okay tata akhongxaki masiqaleni
Baphume ekitchen balandelelana ukuya edining room bafika bahlala phantsi
Mzingisile: into endinibizele yona kukuzothetha ngento kaIvakele ukuba sizomazisa nini? kodwa mn ndicebisa uba siyeni xa sifumene iwele lakhe.
Ivakele: mn? iwele?..hai tata andinawele mn inoba uyaphazama
Mzingisile: ewe mntanam unewele qha asikalifumani..into ibikanje..ndandilala nomamakho waphela emitha ndabe nditshate noSindiswa..and mna ndandingamazi umamakho ukuba umithi waveske wamka engandixelelanga ndava ngefoun ezinzulwini zobusuku kufouna uSiphathise lo esithi umamakho uyalunywa so ndothuka ukuba ndingenaphi mna apho because ndizazi ndingakhange ndimithise mn ndaphakama ndaleqisa khona ngoba umamakho waqhaqhwa ndim ubuvirgin and ndandimazi uba ngumntu ozikhathaleleyo so ndaveske ndacinga inoba ndim nyani lo umithisileyo so ndaleqisa khona ndihamba noSindiswa sihamba sisilwa apha endleleni esithi ndimithise ntoni ntoni..safika ke samleqisa umamakho wabeleka ufika kwethu wazala amawele emvekoko zacima izibane kuye..nathathwa ke nina ngomnye unurse esithi uyonihlamba and nm zange ndicingele nto ininzi.. sahlala apho kwade kwasa silinde abantwana xa kukhangelwa lonurse akasekho akabonakali nabantwana so nalahleka elohlobo nina uba umama wakho wadibana phi nawe bendingayazi kodwa ndisandova ngoSiphathise uthi umamakho wakubona ecaleni komnyango wakubona ukuba ungowakhe ngobomi obu bulapha kuwe esibunzi nomkhanga kuwe apha emqolo wakwazi ngolohlobo ke wakuthiya ngokuba unguIvakele and waya noyokwenza iDNA test emvekoko kwafumaniseka ukuba ungowakhe nyani so umntu esingekamfumani nguwele wakho😭
(mn ne wele haibo njani? because andikhumbuli umama endixelela ngewele)

Address

Paris
Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ibali lika Mivuyo:igintsa lam posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category