06/09/2023
Intsert 2.ndiye ndapheka ndenza into ek*mela ndizenzile bendingabh.
Oko xandigqibo tya bengekho
Right
Luniko:umithi weA
Yamkela:no bhabha yaxoka
Luniko:sobona ngomco uyahamba
Yamk:ndiyaphi
Luniko: ekapa ku lwazi uyo funda unga wari ngo sanele mzomjonga
Yamk:ohk mama uyAyazi lonto
Luniko: ewe unomona
Me:ohk mandiyophumla
Ekapa lwazi '
Ebecinga ngokuza komfazi wakhe ebelungisa kwanto
Uye was phonela sister wakhe
Lwazi:sis njani
Luniko: right bhutie
Lwazi: right linjani imama
Luniko: u right but ngxaki ngu mama
Lwazi:ohk nzomlungisa
3 mounts left
U yamkela ebezobhalela tearm 3 ebekhulelwe no khulelwa ðŸ˜
Miss you ðŸ˜