08/05/2026
Lomntana uvuswa ekuseni ngo5:00 uvuselwa ugalelwa ngo20lt wamanzi abanda ceke π una6 years ke umntana
Xa emgalela uthi ucinga uyihlo ndizovukela Wena mna unyoko abe epholile Vuka...π Umhlambisa notight nepenty
Sistep mother ke esi senza ngathi umntana siyamthanda xa kukho utatakhe xa engekhoyo wenza obubusathaneππ
bi