08/04/2025
igama lam ndingu liyana i am 18 years old ndikwivarsity yasewsu 😔😔ubomi abulula neze ngakum phofu ndim ozikhethele ukuphila obubomi.(yaqala kanjena lento) kwakunge 31 january first time qala ufika ewsu ires yam ion campus okay fine fika kwam kuleres ndaqala ndayothatha izitixo zeroom yam then ndabuya ndayakwiblock endihlala kuyo qha kubekho lo guy uye andibuze bah akhoncedo ndiludingayo nah ndithi no ndiright ndibe sendithatha bag yam emnyango qha lebag iyasinda then loguy athi iza ndikuphathise sis okay fine andiphathise sayongena ngaphakathi andibuze gama lam ndumxelele naye athi elakhe nguliya .then wathi uzaphinda azondibona umhle ke yena uguy nebody yakhe iright . okay fine ndapack into zam ndahlala eroomini yam kwafika noroomza wam kwamnandi kwayilonto zahamba days ndingasambini uguy i was like hayibo kwenzeka ntoni nah .