Ubomi bundohlule

Ubomi bundohlule .ubomi bam

05/10/2025

HEY GUYS CELA NIBIZE ABANYE NDIZOTSHO NDIBHALE KAKUHLE

28/08/2025

INSERT 3

Ndingene esangweni lasemdlini sendibina ukuba amasango avuliwe ,ndingene nje emnyango ndabulisa abantu ebebehli e dining room ndangqala nqo kweligumbi ndilala kulo .
Ndive ngomntu sendikhwaza ibingumama

MAKAZI:INKA(utsho engxola kephof

ME:mama

MAKAZI :Nya ntoni ntondini yomntana ongevayo kunini abanye bebuyile wena ushekelephi ?

ME :kaloku mama bendisakhuphela notes

MAKAZI:uzuthi kanti awuxoki ngoba ndakunyisa mna sana

Besele ndiyazi lento iyapho wasoloko ergawuzelelqa sissandla kaloku yena ,ufuna nje undibethe noba into incinci ngoba nawo lamqanda asandokufika apha endlini .
Ndingene kitchen ngelitju ndiyothatha ukutya xa ndifika izitya zigcwele sink sana ngunzima nokuzijonga ngoba ziyahlaza

Bendidiniwe mna for ukuhlambana nezitya ,kodwa ndizozincama ngoba yimust K*m nangona nje ndilambile
Ndizihlambile kwelinye icala ndibeke imbiza yam ,nindithembe ke kwelicala lokupheka ndim nayo sana andisijiji isinqa kuzamisa ndenzenyinto
Ndigqibile upheka ndaphaka Kuba besele kuhlwile
Ndisosa ukutya

MAKAZI:kuphi okwakho ?

Me :kuse kitchen mama

MAKAZI:kuzise apha k*m ngoba klk ungulo ubuya ngithanda kwakho apha kwam uyazilawula ,zisaaa!
Ndithuke ndaxhuma ndaya kuthatha ndamnika nangona amathumbi ebecula uwakrazulwa sana

Ndileli ndixwebile umlomo yindlala ngoba akhokuthini ayikho enye indle yokwenza

30/07/2025

INSERT 2

Ebeyingxididi ulino ekhala kabuhlungu esifubeni sam ,ndiyendamthulisa ekhala enjalo ,ndathi masichophe phantsi ke siphane indlebe mna naye

Lino:andiyazi Inka ndenze njani ekhaya bendendisele exhegweni elidala Kunam ,undidlw.....(belingaphumi ilizwi lakhe ,ndizame uk*mlalisa apha k*m emathangeni njengokuba sichophe elityeni ,)
Ewe bendiyiva lentlungu akuyo ngalomzuzu bendingayazi Kanto ba bakhona abantwana abaphila kabuhlungu ngaphezu kwam .

Bendizipheka ndizophula ngalomzuzu ,yey bangcolile abantu apha phandle wes ulunge kanjani lomtwana thixo
Ndiphakamise intloko yakhe namjonga ngqo emehlweni.

Mna:ayikokuphela kobomi bakho obu uthixo ngumqamelelo wakho thetha naye uphalaze imbilini yakhe kuwe uzohlala enawe maxesha onke ,ewe imbi lento yenziwe yi family yakho kwaye andiyinqweneleli mntana wamntu even my enemies aziyi deserve into enje ndicela uqine nje uqinele indawo engangeyakho kulomhlaba

Uye wandijonga wandixhumela nge hug ,
Lino:ndiyabulela mtase ngento ondenzele yona bendiyidinga I therapy enguwe (esosula nyembezi ) masambe ke siye eakolweni sizothi ubukhaphe mna siye e clinic uyabo .
Ndinqwalile sade sayofika esikolweni sengcono ulino

Bekukho omnye utitshala we maths sa explain wavuma sahlala phantsi
School was School kukubi kunjalo ngoba bendicinga lento ka Lino

Bendibuya eskolweni ukukhwazwa Kam ngumeza wam u ovayo
Ovayo:inka khawume ntombi ndinelepe ke apha k*m .uvile ulinomtha wendile
Ndivele ndamthi gxezu kakubi ukhawuleze walahlisa endijonga

Ovayo:kutheni wandijong ngathi ndimoshile
Ndivele ndamshiya apha andibafuni akakubi mna ebantu abahleba ngabanye ebe yena exakwe zezakhe eziyinqwaba ingxaki uthe endikwaza ndabe ndiqinise ifokotho lam ndivuthula izandla kukhawuleza sana

Don't forget to
Like
Share
Comment

Address

East London

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ubomi bundohlule posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category