18/10/2025
Insert 3
Ndiye ndayeka coz lo unguThando uyadika and ndiye ndajonga lo unguLihle ndambona ba udikiwe unguThandolwethu
Lihle:bhabha bye sizo texter vhaa
Mna:bye bhabha
Thando:bye sbari
uLihle umjonge nje wangena emotweni yakhe sana eyam indoda
Thando:why enje lo bhuti
Mna:unje naxa ndihleli naye
Ndabe ndixoka omnye umntana udikwe nguwe lo thandolwethu
Mama:yintoni le ise plastic (ini) masis
Mna:mhh vula uzobona
Mama:ohh thanks mntanam uyayazi ba ipizza is my favorite masis
Ndiye ndancuma ndajonga lo unguThandolwethu ndambona ba akathandi xa kusithiwa masis k*m
Mna:thando what is it mntase ngoku
Thando:nothing masis
Ndivele ndahleka sana coz ndiyaqala uk*mva esithi masis
Mna:haybo ndiyaqala ukuva usithi masis
But khange ndimhoye ndiye ndayolala ndancokola neSthandwa sam
What'sapp chats
Mna:babakhe
"ndiyaqala ukuva undibiza kamnandi kangaka
Mna:mxxm umntu uyamkhupha kwi.mood yakhe
"xolo ke mamakhe unjani hunny
Mna:right but la kiss yethu ibingekho right tuu
"ngenxa kaSister wakho klk lamntana uyandifuna or ??
Mna:andiyazi marn bhabha but mna ndibona lonto
Siye sancokola ndade ndalala,and ndiye ndalala kamnandi ngoku ndiye ndayolala kwaLihle
Likes and comments ❤