25/03/2024
Insert4
To be continued
Sisanda's pov
Ndiye ndammamela ngomthanda umntanabantu qha bendingamazi ba ebesitsho bani siye Sama KE ndabona I little princess yam naye wabona I little prince yakhe siye sahambani ndiyiqondile uzawuthi efika andixele ba bendihamba nomntu oyi nkwenkwe ngoba Oko ebendijonga Qha bendinge Na xesha Lakhe uyazithanda izinto Yoh baye bagoduka
Aphelele: bye bye I will see you tomorrow princess.❤️
Sisanda : okay then sawubonana
Bendincume Kakhulu ngokuthi princess k*m zange ndabizwa kanje before uye wacela number yam then ndiye ndamnika KE wathi uzawundi founela , siye sahamba safika endlini umama uhlamba izitya
Sisanda : hey mamzo
Mother : hellow my beautiful children
Lil sis : mama Sana usisanda ebehanba ne nkwenkwe after school
Mother : phola mntanam usisanda umdala angenza yonke into ayifunayo ngexesha Lakhe ane sweert
Sisanda : yes mhamha I am old
Lil sister : pewww otherwise school was great today mama
Sisanda : Same as mine Sisi
Siye sanyuka umntu wayokhulula eroomini yakhe I wear my Jean uredbat then oversize t-shirt yam ne push ndahlamba impahla zesikolo ndaya downstairs ndatya mama sad mandiyomthengela I white bread then andabina ngxaki wathi change belongs to me ndiye ndaya ndathenga KE ndithe xandijika I saw u aphelele esiza
Aphelele: hey you I was thought ndakubona ngomso lover
Sisanda : nam bendisitsho kesana
Aphelele: ndingaku push.a moss
Sisanda : yaaah ayongxaki leyo
Siye sahamba sincokola KE endixelela ukuba uyandithanda then ndiphendula ngokuthi nam Qha bendisoyika ukutsho then ebuza we can try moss I say yaah if yinto oyifunayo leyo we can try then ebevuya oh ebencumile umntanomntu esithi mandimbonise ba ndimthanda Kanjani I hugged her and kiss her ebevuya esithi yabo Wena I will always love you no matter what and ebesendibiza NGO baby after all ndiye ndaya Endlini
To be continued insert 5 is coming .🥺🥺🥺🥺