17/10/2023
Introducing my self
I am Asenathi i am 15 years old I am a girl ndimhle ndinamehlo amakhulu KE intombi ezithandayo engenandaba nabantu ba bathini ngayo intombi hlelinje icocekile engenandaba nabahlobo ezihlalela Endlini oh ndingumxhosa kayione ekhaya ndihlala no mama wam ongunozibele ona 45 utata ngu mazekile una 46 then I am writing stories about how I grow up but nzawubane ndabhala ngoba ndiyabhala ndibhalela iexam Zik December nzawuphinda ndibuye sizokonwabani nifollowishe LePage nonwabe xanifunda ibali lam ndinithanda nonke .❤️❤️❤️❤️😘