Ndizokhala kuve bani?

Ndizokhala kuve bani? Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndizokhala kuve bani?, Grocers, Canzibe A\A, Ngqeleni.

05/04/2025

fans KODE KUBENINI

" Kulomhlaba siphila kuwo sanalwam kufuneka samkele lonto sinayo kwaye sifunde nangendlela yokuphila elungileyo , lento uyenzileyo indiphoxile kakhulu kwaye andisayi kuthini koko ndizokwamkela , umncinci kakhulu qha uye wangxamela izinto ezindala , uzoyokufunda umntwana umtshiye k*m , kodwa waphinda wenza lena impazamo uze wazi ukuba andisayi kuphinde ndikunike elilandelayo ithuba " .

Owam : ndiyakuthembisa mama andisoze ndiphinde bekuyimpazamo

Mama : hamba ke ambopheka notatawakho uyabuya namhlanje , ungakhathazeki ndizomxelela ngokwam lomba .

Owam : kulungile mama .

Ndiphumile kwindlu yokuphumla ndaya kwigumbi lokuphekela , ndafika ndakha amanzi ndazinika kanobomi kuwo , bendiyazi umama akasokuze andizele ngomhlane nokuba ndenzeni na , uhlala ehleli nam ngololonke ixesha , elona xhala bendinalo ibingutata , ebengangeniki utata kwaye enesandla esiqinileyo , ebezophoxeka ngak*mbi k*m .

BHOTANI BAFUNDI : ndingu Owam Mabhanti , kwilali zaseMthatha , ndihlala noMama wam kodwa hayi ngokwegazi koko ngumanci wam kuba utshate no tata , igama lakhe ngu Ziyanda ze alasemzini ibengu Nozuko , utata ngu Velile Mabhanti , usebenza eTranskei , ukuba wenzantoni andinakukuqhatha mfundi kodwa ekhaya ngumzi omkhulu kwaye ohloniphekile , ndizalwa ndindedwa kusapho lwam . Ndipase ibanga leshumi ndineminyaka eyi-17 , ndahlala unyaka kwikhaya lam ndingafundi ngenxa yokungafumani sikolo , ndade ndabe ndimithiswa lityendyana elingu Malakhiwe , kwaye uye wasivuma nesisu , ndisifumene isikolo kwandonga ziyaduma eUJ .

HAMBA NAM .🫵🏾

05/04/2025

ndiyaliyeka eli bali , ndizoqala elinye elizophela ku 50 .✨

Address

Canzibe A\A
Ngqeleni

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ndizokhala kuve bani? posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category