Pangalele SSS Ngqeleni

Pangalele SSS Ngqeleni Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Pangalele SSS Ngqeleni, Grocers, Ngqeleni, Ngqeleni.

I heard your cries, and as God, I come down to help you. Ladies and gentlemen, this is to confirm that Dr. Diko Church w...
25/03/2026

I heard your cries, and as God, I come down to help you. Ladies and gentlemen, this is to confirm that Dr. Diko Church will be held on 27th to 28th March 2026. The venue is at Qokama, Sigubudu residential area. 😊

Siyabulela bantu bakuthi, uThixo uzivile izililo zethu xa sithobele phantsi sithandazela ukugula kwabantwana bethu eziko...
15/03/2026

Siyabulela bantu bakuthi, uThixo uzivile izililo zethu xa sithobele phantsi sithandazela ukugula kwabantwana bethu ezikolweni. Siyabulela kakhulu kuMfundisi Diko ngexesha lakhe; udlale indima enkulu izolo xa abantu bebefumana ukuphila.

Wonke umntu othe wazimasa iinkonzo ePangalele siyabulela kakhulu kuni, ntozobawo. Inene nizibonakalisile ukuba niyabathanda abantwana benu.

Hlalani ke nisemlindweni, kuba uDr Diko uza kwenza umdliva wenkonzo yeentsuku ezimbini eQokama. Niza kuva zonke iinkcukacha kungekudala.

Enkosi.

14/03/2026

Our venue has been changed to Grade 11 at Pangalele. Everything is settled, and our service will start at 6 o'clockπŸ”ŒπŸ”ŒπŸ”ŒπŸ”ŒπŸ”Œ

Umntwana wesikolo onengxaki yokuwela esikolweni okanye onento emphazamisayo ekufundeni kwakhe, nabazali bakhe becelwa uk...
12/03/2026

Umntwana wesikolo onengxaki yokuwela esikolweni okanye onento emphazamisayo ekufundeni kwakhe, nabazali bakhe becelwa ukuba baye kumdliva wenkonzo kaDr Diko ngoMgqibelo. Wonke umntu onengxaki ngomntwana wakhe okanye onomntwana ophazamiseka esikolweni uyamenywa ukuba aze. Siyakholelwa ukuba kuya kubakho utshintsho oluhle ebomini babantwana benu. Enkosi.

13/01/2026

NO LATE COMING AND ABSENTEEISM WILL BE TOLERATED TOMORROW. 07h30 ALL LEARNERS MUST BE AT THE ASSEMBLY POINT!!! Unyaka uphelile.

12/01/2026

uBawo, ulungile qhaaπŸ™β€οΈ silinde ngomonde!!!No looking back β€” only forward.
We’re battle-ready for whatever comes.
Target: 85% β€” non-negotiable. Period. πŸš€*

03/01/2026

Basekhona abafuna ukuphinda Grade- 12 phofu?πŸ€­πŸ”Œ

with Diploma % Bachelor πŸ”ŒπŸ”ŒπŸ”Œ

29/12/2025

15 days left 😊 kuphume 2025 Matric results πŸ€—

19/12/2025

Mholweni,Ziyavulwa izikolo nge-05- January 2026🀝Grade 12 wonke uyafuneka, Enkosi🫠

18/12/2025

Bakhona abafuna ukuphinda Grade- 12 phofu?πŸ€­πŸ”Œ

18/12/2025

Big shout out to my newest top fans! Miss Madindela, Rethabile P. Maqokolo, Nkosiphendule Tataka Sime Nobude, Mihla A. Mfisana

Address

Ngqeleni
Ngqeleni
5140

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Pangalele SSS Ngqeleni posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category