Ndiyakuzonda makazi

Ndiyakuzonda makazi Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndiyakuzonda makazi, Grocers, Southbroom.

04/07/2026

Thanks nge support yenu bantase ndiyavuya ukuvana nani andiyazi ba ndinganibonga ngantoni bantase enkosi kakhulu nge nxaso yenu🫂🫂🫶🏻❤️‍🩹🥺🥺

08/06/2026

Insert 8

Oko bendi confused ba haybo sana inoba ngubani la mama...and today my twin is going to visit me for a long weekend

Mna:tatakhe vuka silungiselele oo Misokuhle
Lihle:yhho hay ndisalele nje Nomi.
Mna:lala ke

Ndiye ndaphuma ndahlamba then ndanxika I mini skirt ne black top ne crocks

Mna:good morning
Lihle:futsek marn wena baby ngk bendileli nawe
Mna:(bendihleka kengk)haybo baby
Lihle:like nyani it's not like ndiyakuphoxa..and ubundibuze kanjani kanene ekuseni
Mna:bendithe tatakher

Nditsho ndihamba uye wandileqa besidlala lonto ke apha endlini worse inkulu indlu le

Omihle: morning Bantu
Mna:long time no see
Miso:haybo baffo
Lihle:andimdala kuwe for ukuthi baffo bhuti axinane umlomo
Mna:haysuka
Lihle:nyani ketana baby

Baye basijonga then bahleka

Mna:nihlekani
Miso:like phambi kwethu
Omihle:sine good news
Mna:oh okay
Omihle:ndi pe...
Miso:she is pregnant and she is 7 months
Mna: I'm glad of you mntase

Ndiye ndamhug

Lihle:mna baby undenza nini utata
Mna:soze ingxaki yileyo
Lihle:what

Baye bamhleka

Mna:noba kunini bby
Miso:lonto asiwathandi lamagama nibizana ngawo
Mna:haybo sana

Siye sahlala kumnandi besela thina sizihlelele..hay sherm umntase isisu sikhulu kakhulu ndiyacinga inoba umithi amawele

Mna:so uzobangu mamabo
Omihle:not mamabo mamakhe
Mna:andibhudi xa nditshoyo
Omihle:sewungugqirha nah mntase
Mna:ingxaki isisu sakho sikhulu kakhulu ndiyacinga inoba ngamawele
Omihle:hay soze ndithi ndiliwele ndibeleke amawele

Nomalanga's pov

Ndiye ndavuka ndahlamba then ndenza into etyiwayo for wonke umntu and oko bendilele imini yonke andiyazi ba what has happened on me ndivele ndibenomzimba omhlungu

Mama:kungona.ucinga upheka ngk
Mna:ewe mama
Mama:ngk kukho abasebenzi apha khawuhambe uyolala okanye ubukele I tv

Ndiye ndahamba ndaya.kwi room yam and u Kwanda ebengekho ebehambe no Siyamanga

Mna:let me call him

"ndise busy kancinci nzobuyela kuwe

Wayi dropper sana owam umyeni ifouni kodwa khange afoune

Mama:Lizalise
Mna:mama

31/05/2026

Insert 7

Nomalanga's pov

Hey guys ndim u nomalanga u. cousin wo Nomihle ndiyazisola ba why ndabaphatha kanjeya ngoba ngoku bacinga u mama ubanjiwe kodwa akabanjwanga umama so andiyazi ba ndingayiqala njani ...and bendine 6 months nditshatile kumntu ongubhuti gama linguu Kwanda

Mna:hey
Kwanda: don't touch me please
Mna:haybo Kwanda kutheni ndingazukubamba sana
Kwanda:you can't give me kids
Mna:(besendilila)masizame baby nzokunika abantwana i promise
Kwanda:are you serious baby
Mna:yes

Siye sancamisana wayenza lento ebeyenza and bendi enjoyer sherm i don't wanna lie

Mna:kwa....
Kwanda:baby
Mna:we must stop now
Kwanda:okay baby I'm done

Uye wathatga i towel wandosula

Kwanda:awufuni wena undosula
Mna:nope
Kwanda:go and take a shower siye down stairs
Mna:mh okay

Ndiye ndaphuma ndayohlamba then ndanxiba i lokhwe ende ndathwala iqhiya then ndanxika I push zika Kwanda ndaya emazantsi

Mama:hey Kwanda kufuneka nibenendlu yenu ngk
Kwanda:haybo maoledy ngoba
Mama:hay umsebenza umakoti

Kuvele kwahlekwa sana

Mna:haybo mama
Mama:nyani molokazana
Tata:xa beyenzelani bona lento endlini enabantu abadala

Siye sahleka ..it's very nice ukuba lapha sherm

Nomihle's pov

Ndiye ndavuka ndahlamba then ndenza into etyiwayo for mna no Lihle

Lihle:wow baby
Mna:haybo yinto encinci mos le
Lihle:oh hayke mandithule

Kuye kwakhala.ifouni yam yi number ayibhalwanga

Mna:hey

"make sure u protected ke nono cause ndibuyile"

Mna:ubuye xa ungubani wena

"sundiphanda uzondibona ngomso xa ndifika kuwe "

Lihle:awuzekwenzanto nje while I'm still alive
Mna:and it's true we are very powerful more than you

"unaso nesibindi sf*be ndini"

wa dropper I founi yakhe sana lo mama,


.
and comments

30/05/2026

Insert 6

Ndiye ndavuka ndahlamba then ndenza into etyiwayo.

Lihle:baby I miss you
Mna:you miss me undazelaphi
Lihle:like baby it's been 6 months now singekaliweli izolo
Mna:ndiyayazi baby but andikho ready nje
Lihle:ndiya understand baby

Uye wandishiya ndiye ndamlandela ndifike eleli ngomqolo ebhedini ejonga phezulu ndifike ndakhwela phezu kwakhe

Lihle:oh undilindele
Mna:andithi uthi you miss me then I'm here
Lihle:but you aren't ready
Mna: kutsho bani
Lihle:haybo wena nje bhabha
Mna:but ndi re ....

Khange ndigqibe no thetha wandincamisa hayke bafazi nda responder sancamisana wayenza lento ebeyenza and it was hurting

Mna: Lihle stop
Lihle:I will be gentle baby sorry

oko ebezama sherm yade wangena u boy hayke the rest was history

I know incinci le insert but guys ndingumntana wesikolo so kumele ndi bhale I home works zam.yabo.so.nzonibona ngo 19



30/05/2026

Insert 5

6months later

Akhonto ingako yenzekileyo kwezi nyanga zindlulileyo and no mama samngcwaba kakuhle kakhulu and u makazi waphela ekudilika jele .u nomalanga yena waye watshata nomnye ubhuti ngenxa ye ntlupheko yakhe and mna no Lihle besihlala kwi ndlu eyi one and u Omihle yena ebehlala. no brother ka Lihle...and mna no Lihle we planned wedding so we are getting married



28/02/2026

insert 4

kuye kwangena umakazi ehamba no Nomallanga ndiye ndaphakama ndaphuma bandilandela saya kula ndlu ingaphaya

mna:nindifuna ntoni andithi nimtyile u mama ngk nifuna mna
makazi:(ezikhalisa)njani nomihle andinokwazi ukubulala udadewethu
mna:ndaziphi ngoba u mona unamanyala
noma:Thula!
omihle:ngoba andithi u nyoko usibulalele u mama ngk ufuna sithule soze
mna:manye amazwi am endizowathetha kuwe makazi NDIYAKUZONDA MAKAZI

ndiye ndaphuma ndikhala ndithe xa ndiphuma ndathi gqi ngo lihle ndiye ndabaleka ndayomhaga then ndakhala

lihle: Thula sweetie
mna:njani lihle ngoba kubuhlungu ukushiywa ngumama
lihle:ndiyayazi i pain yakho mntuwam kubhetele wena uphile iminyaka no mamakho mna ndamgqibela ngk wayendibeleka zange ndiphinde ndilive ilizwi lika mama

uvele wakhala ndiye ndamncanisa esakhala enjalo

kuye kwa late saphekela abantu then kwatyiwa kwalalwa klk ngomso yimini yokugqibela ka mama

likes and comments

27/11/2025

Ndiyakuzonda Makazi

Insert3

ndiye ndavuka ekuseni ndahlamba ndenza into etyiwayo and noLihle bebukele iTv ndiye ndaya kuye

mna:good morning
lihle: morning hunny
mna:ulale kanjani
lihle:yhaa wena nomi
mna:kamnandi

ndiye ndagqiba ukutya then ndayolala ndithe ndisalala ndava iknock

mna:ungubani
omihle:mntase vula
mna:yintoni

ndiye ndavula xa engena uyalila ndibuze ba what happened

mna:mntase yintoni
omihle:umama
mna:utheni umama
omihle:umama nomihle

ndiye ndayiqonda hayi inkulu siye sahagana

lihle: yintoni nomi
mna:umama.am lihle
lihle:yiza kumntwakho baby yiza

ndiye ndaya kuye wandi haga ndava yabo ngk ndifumene ubushushu kamnandi

siye sayovela umama ebesendlini enkulu ohh umama.am bafazi oko bendilila sana from ekuseni

likes& comments 🫵🏻❤️

Ndiyakuzonda makazi Insert 2 Oko bendinestress sana about my sis and iphupho but kuye kwalaleka guys Ndive imassage ikha...
17/10/2025

Ndiyakuzonda makazi

Insert 2

Oko bendinestress sana about my sis and iphupho but kuye kwalaleka guys
Ndive imassage ikhala ndithe xa ndiyijonga haybo nguNomalanga moss lo but ndiyahoyi lonto pha exesheni mhh inoba uneinfromantion about makazi'plans ndiyifunde

Mna:balekani umama uyeza ngk uzonibulala nonke

Ndiye ndabaleka ndaya kwi room kamama ndiye ndamkhwaza

Mna:MAMA!!
Mama:yintoni ngk wena
Mna:mama jonga
Mama:yintoni
Mna:umakazi uyeza ngk masihambe noba siye eNext door please mama

Uye waphakama wathi

Mama:akukho makazi uzayo apha Omihle masilale

Khange ndibahoye ndaphuma ndaya eNext door

Mna:ngqo ngqo

Bekukho uLihle qha ke pha umntana pha oyinkwenkwe bendine crush kuye,kanti lo unguOmihle uye wandilandela

Mna:mntase uphi umama
Omihle:ulele masingene

Sithe xa singena wandijonga lomntana ndaqonda yhoo sana bekukho nomnye wapha marn qha yi tar lowana

Lihle:hey guys
Omihle:hello
Mna:besicela ukulala apha for one day
Lihle:why
Mna:long story mntase or uyafuna ndikubalisele
Lihle:no!no it's fine

Siye saya kwenye ikamera ndalala then uOmihle wayotshaya ihuka

Mna:uphinde ubuye ke mntase
Omihle:kodwa uLihle ufuna ukuthetha nawe nje so i can't
Mna:ohh okay

But bendinayo indawo evuyayo bantase coz yena lubambo lwam

Lihle:ndinga ngena nomihle
Mna:ewe lihle
Lihle:usharp
Mna:yhaa wena
Lihle:same khona something bendifuna ukuxelela yona brah
Mna:thetha
Lihle:i lov....

Kungene lo unguMisokuhle walapha

Lihle:kuya ngqongqozwa yevha wena
Mna:hayi lihle
Miso:myeke nizohamba nje kusasa
Lihle:ndiyayazi lonto but leave us alone haybo
Miso:ibiyi deal.ukuba xa sibabona bantwana ndizobamba uNomihle ubambe uOmihle now what has happened
Lihle:phuma miso mjita
Mna:ubuzothini ke
Lihle:i love you marn blind mft please can you be mine forever
Mna:(ndincumile) ohh okay

Uvele wasondela ndava laperfum

Mna:bhekela lihle marn
Lihle.:cela undincamise bhabha kuqala


Ndiye ndamncamisa,sincamisene ndalinda lo wasekhaya

Likes&Comments ❤

Register cheap domain names, get cheap web hosting, custom email address.

17/10/2025

Ndiyakuzonda makazi

Insert 1

As besiye sayolala ndive ilizwi likamama ingathi uthethela kude and ibengathi uyadutyulwa ngumntu xa ndijika ngumakazi

Mna:mama
Mama:yintoni
Mna:mama ndiphuphe kakubi kakhulu

Nditsho sendilila kerngk kwade kwavuka noOmihle wabe sele ebuza ba kwenzeka ntoni

Omihle:kwenzeka ntoni mama
Mama:uthi uphuphe kakubi
Mna:ingathi umakazi uyakudubula then wena ibengathi uyawa mna ndithi xa ndisiya kuwe uOmihle awe yena kuqala andiyazi ininzi

Umama uvele wathula akathetha

Mna:mama yintoni you know something
Mama:huh!
Mna:ewe mama
Mama:nhanha uthe umakhosi umakazi wakho ikhona into ayenzayo ukuze andibulale so yiyo lonto niphupha kanje

Ndivele ndakhala ndangayazi noba inyembezi ziphume kanjani

Mna:mama why umakazi esenza lento ayenzayo
Mama:andiyazi
Mna:Omihle masipakishe siyahambani mama i feel as ingathi uyeza umakazi

Siye sapakisha sithe xa kumnyama and ndiyoyika kerngoku mna

Mna:mama siyaphi
Mama:apho ku safe khona

Sive ngoOmihle ekhala phofu uhleli phantsi

Mna:phakama marn wena
Omihle:andikwazi mntase mama
Mama:utheni mntanam
Omihle:ingathi andinamilenze tu mama
Mna:yintoni le yenzekayo na apha

Siye sabuyela endlini but yena uOmihle ebengekabiright tuu usisi wam guys and ibuhlungu lonto then umama wachela then salala

Likes&Comments ❤

17/10/2025

Ndiyakuzonda makazi

Intshayelelo

Nomihle!Omihle

mna:mama
mama:vukani sizoya kwiSangoma

besisiya kwiSangoma kuba umama uphuphe ebulala umakazi wam umakaNomalanga,siye safika pha khange bathathe xesha elininzi latata

Sangoma:mama lomntu (eyiiii makhosi) lomntu mama
Mama:utheni tata
Sangoma:bantwana phumani kancinci
Mna:kulungile tata

Baye bathetha lonto bebeyithetha then saphuma umama wasisa eRestruarent (not sure spelling)siye saOrder then sahamba nako

Endlini

Mna:kerngk uye wathini makhosi
Omihle:haybo nomi why ubuza lonto
Mna:i want to know
Mama:uye wathi ela..

Uthe usezothetha kwatsho iknock

Ngqo!! Ngqo!!

Mna:ngubani

"uzondenzani na wena"

Mama:jonga kukwam apha wena

"ingathi uzokweenza into "

Siye sathula wazithethela.yedwa pha emnyango pha esidaleni kuye kwathuleka satya sayolala

Molweni bafundi this is my story ndinguNomihle wele.lam nguOmihle.Mathafeni sizalwa nguYonela Mathafeni zange atshate ke owam umama

Likes&Comments ❤

Address

Southbroom
1112

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ndiyakuzonda makazi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category