Ngithanda wena

Ngithanda wena Tsolo

02/09/2022

Morning
Mom: knock knock
Me: come in
Mom: vuka kaloku siya hamba
Me: ok unga mvusi ul**e

( I go to the barthroom ndahlamba ndavusa ul**e wahlamba nomama wahlamba saya emotweni saya e Mozambique sazula sine Mali ke aphe poketeni ndava ifoun ikhala xandithi ngu lihle)
Me: Hello
Him: I want to apologize
Me: tomorrow face to face
( sabesihambe NGO lwesihlanu sabuya ngeCawe sabuya ndaya Ku lihle ndafika ehleli no Sithembele)
Me: hi lihle
Him: I apologize about ngalanto yayenzeke ngalamini
Me: OK bbe
( bemane bendi bhoxa begwexa no gwexa)
Lihle: sendi thandana no simthembile ngoku
Me: what
( they laugh)

30/08/2022

At the morning

My facebook
Me: bbe ndiyaxolisa
Bbe: about what and stop calling me bbe i am lihle
Me: ok

Ndiye ndayo bukela i t.v

Mom: yizotya
Me: ndi ryt

Batya sayitya emva koko sayo lala

30/08/2022

At the morning

My facebook
Me: bbe ndiyaxolisa
Bbe: about what and stop calling me bbe i am lihle
Me: ok lihle ngento yayi zolo
Bbe: mxm bye and udelele u kuhle uba andi founele
Me: mxm

I go to watch tv
Mom: yizotya
Me: ndi ryt
Mom: ok ke
L**e : utata uye wandi founela wathi ndibuye
Me: awuyi apho apha ngomco siya etown
Mom: nam
Me: ewe

They eat and we go to sleep

Like, commentπŸ˜˜πŸ˜˜πŸ™

29/08/2022

In the morning
I go to the barthroom ndahlamba ndanxiba i boyfriend jean ne taki ezi white ndakama i afro yam ndathi slingbag sam esi blue ndaya emsebenzini
Kuhle: awumhle girl uye wathetha naye or uzo thetha naye late
Me: enkosi sizothetha next month wethu ukwibo
Kuhle: yhoo ok
( Sangena )
Boss: Zimkhitha
Me: mlungu
Boss: cela sithethe
Me: ok
Boss: andisa kuthoni kakuhle uryt
Me: ewe yinto obofuna uyithetha nam leyo
Boss: no cela uzuncede u kuhle e ward 1 about i xesha ndizoku nika imoto
Me: ndiyiphethe imoto yam ok ndizomnceda ugqibile ke
Boss: ewe
Me: ok
Ndamnceda endibuza uba ndi ryt na ndithi ewe then ndagodukA
Me : ndibuyile
L**e awatsho na xa uhamba
Me: sorry
Comment, like πŸ’“πŸ’“πŸ™

28/08/2022

me : Goodnight mom
Mom: awuzutya
Me: no ul**e azolala x egqibotya
L**e: ndizo dose ndibukele
Me: OK
My Facebook
Me: cel sidibane e town ngomco
Bbe: OK

Kuhle: uzo mxelela nini
Me: tomorrow
Kuhle : uzoqalaphi
Me: I don't know
Kuhle :OK
Me: u sane umnikile LA file
Kuhle: no
Me: why
Kuhle : ndive ndadideka ingqondo
Me: let me sleep I have a long day tomorrow
Kuhle : goodnight

Mom: u lihle umntu wakho uya Ku funa
Me: bbe ngena
Bbe: Kwenzekani I can't uya e town ngomco and ngoku bani LA mntana ube pha e downstairs
Me: ngowam
Bbe:what
Me: ushukuthi ubucinga ukuba ndiseli Virgin
Bbe : OK I want to say its over
Me : sorry bbe
Bbe : sorry bye
Me: bbe
L**e : knock knock
Me: hambo lala no mama man😭😭
L**e : mama ndiyangena
Me: hamba
L**e : (evula) what is it
Me : Just sleep
L**e : OK

Like commentπŸ˜πŸ™ˆπŸ˜»πŸ˜»

07/08/2022

Afternoon
L**e:mama ndicela ufunda ndihlala apha
Me: why
L**e : leave it
Mom: hi guys
Me : hello
Mom: l**e hambo dlala
L**e : naban
Me : yiya phezulu
L**e: ok ker

16/06/2022

( in the Morning )
Me: Morning l**e
L**e :, hi mom
Me: how are you
L**e: right you
Me: me too
L**e : uya sebenza mama
Me: ewe utata wakho yena
L**e: ewe
Me: undincedile boy mandi hlambe
L**e: OK ke ndiyo bukela
Me: OK
(Ndigqibe ke ndihambe )
L**e : bhay
Me : uthi kumama ndi hambile
( ndabe ndinxibe i Jean e black ne jean jacket e black ne takei ezi black ndabe ndingu black wonke)
Kuhle: hi friend
Me: hiπŸ˜’πŸ˜žπŸ˜žπŸ˜žπŸ˜ž
Kuhle: utheni girl
Me : u l**e ubuyile and u bbe akayazi lonto
Kuhle: uba unomntana
Me:ewe zange ndim xelele
Kuhle : yhoo OK ke masiye e office
Me: OK ke

06/05/2022

Me:uthe uzomzisa mama
Mom: ok
Ten minutes ago
L**e: knock knock
Me : come in
Mom: come in
L**e: molo mama nawe makhulu
Both: hello
L**e: Ninjani
Both: siyaphila thatha ubhaka uyowu beka e roomin yam
Mom: ka mamakho
L**e: ok
Mom : Yoo ukhulile
Me : nyani
L**e: ndiyibekile
Mom: unangaphi
L**e : 10
Mom ukhulile boy
L**e : Ndikhulile klk sendine Ntombi
( Wabaleka wenyuka )
Me: Yoo l**e
Mom: akemncinci
Me: hayi nyani

26/04/2022

(and I go to sleep)
Mom : uze uyothatha u mzukulu wam please
Me: u l**enathi wakhetha uhlala
Notatakhe continue

23/04/2022

(Ndafika ndatya ndahlmba ndanxiba i goun ndalala ndacofa I foun)
Facebook
Bbe: I am sorry
Me: do not apologize
Bbe:So can we meet at the park
Me: no
Bbe: Why not
Me: I need some time
Bbe : ok
I sweched my foun at 18:00 I go and watch Durban gen

Address

O. R Thambo Street
Tsolo

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ngithanda wena posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category