Intsokolo yam

Intsokolo yam Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Intsokolo yam, Grocers, Umtata.

10/11/2025
07/11/2025

fb.com/stars 🤲
Justin "the Highlight" Gaethje

07/11/2025

INTRODUCTION
EMATOLWENI KWILALI YASEMTHATHA EQUNU KWAMAMA UNOZINZILE(45) NOTATA TILA(49) NONYANA WABO ONGU ZAMA(18). UZAMA EBEFUNDA UDRADE10 KODWA NGENXA YENTLUPHEKO KWANYANZELEKA UKUBA AYEKE ESIKOLWENI KUBA EBEYINTLEKISA. UZAMA WAHAMBA WAYA EGOLI EYOFUNA AMATORO KWAKUNZIMA KODWA WAMFUMANA UMSEBENZI BAVUYA NABAZALI KUBA UNYANA IMALI EBEYITHUMELA EKHAYA. UZAMA WATHI WAZIBONELA INTOMBI EYAYINTLE IMILILE USINOVUYO(20). BAYE BATHANDANA KODWA ZANGE IBELIXESHA LIDE BETHANDANA, USINOVUYO YATHI YAMBHAQA INDODA YAKHE UKUBA UNENYE INDODA USINOVUYO WAYEYOYIKA LENDODAKHE KUBA YAYIMHLUKUMEZA. USINOVUYO WAYE WAYA EMAPOLISENI WAFIKA PHA WAKHALA ESITHI UZAMA UMDLWENGULE. WAYE WABANJWA UZAMA EBANJELWA INTO ANGAYAZIYO.

CHAPTER 1 IS LOADING JUST COMMENT, LIKE AND SHARE!!.

Address

Umtata

Telephone

+27716300994

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Intsokolo yam posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category