Ndakwenzani mama

Ndakwenzani mama Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndakwenzani mama, Grocers, Umtata.

25/01/2026

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Xii X Phanqa, Isakhanya Ig Nazo, Sinoxolo Sino Memanie

06/01/2026

Insert 18

Sekhona: caba ucingaphi na?
Akuminto:akukho apho uzoya khona namhlanje?
Sekhona:hayi qha namhlanje ndingena I night shift ubuzothini?
Akuminto:hayi ndibuzanje
(ow ulenze Lula lomfana icebo lam intwethi mandibe ndilungisa ndizoqhwesha ngobobusuku qha komele ndizame uba smart ngayoyonke lento khame ndifounele utyla si finaliser i deal yethu)(encumela ecaleni)
Ndiye ndamfounela ke wayibamba ngongathi kudala eyilindele and iye yamvuyisa into yoba ndivumile uye wa deposit.a Ihalf yalemali kwi account yam wathi enye uzoyifaka masendihambile andiphosisanga maseko ndiye ndabook.isa iflight eya e cape town because yeyona ndawo ndingakwazi uqala I business zam pha ndabook.isha ne hotel enzofikela kuyo okay sogqiba ndayopakisha and nexesha belibaleka it was 16:30 so ndaqonda ngoku ndisalinde ixesha lihambe mandibe ndipheka ndipheke isamp ne beef stew ndibhaka nobhaka scones ndizenzela umphako wasendleleni I know nzofika kwange one day okay nda decider uyokwenza ishopping.anyana so ndiye ndathenga iphone etsha nesim card entsha ndathenga I toiletries then ndabuyela endlini by that it was 07 and wayehamba usekhona kengoku.
Sekhona:bye aku nzokubona xa ndibuya.)xa ndiphi?qha ndiwutsholo ngaphakathi lonto)
Akuminto:sekhona cela undiphe umzuzu if awungxamanga.(by now sendi nervous)
Sekhona:kutheni ingathi iserious lento
Akuminto:ummh ndifuna ukubulela ngayoyonke lento uthe wandenzela yona of wawungafika pha lamini..
Sekhona:hayi yima woah why uthetha kanje?khona why uzovusa ipast?
Akuminto:no cela undilinde ndigqibe uthetha, as ba bendisatsho uba wawumgafikanga lamini andiyazi uba ngendikwesikabani ngoku or maybe ngendingasaphili nophila for that I owe you my life and to answer your question kuvele kwakho into mandikubulele azange ndathola chance yothi ndikubulele ngayoyonke lento undenzela yona
Sekhona:peww bendicinga uzothi uyahamba or something but ke indlela onondibulela ngayo kukuba unditshate(uyitsho lento eguqa phantsi ngedolo)I know this is not the perfect time to propose but I love you akuminto ndicela undenze indoda emadodeni unditshate

Akuminto's pov

No!No!No!bendingafuni izinto zihambe ngoluhlobo yintoni lena yenzekayo ngoku
xa nicinga nina bafundi bam uAkuminto makenze njani avume umtshata okanye aqhubeke nohambo lwakhe olutsha?

06/01/2026

fb.com/stars

06/01/2026

Big shout out to my newest top fans! Misovuo Akhona Sikwele, Thai Mbatsha Wamazangwa, Mimi Mimza, Narthiey KaMarsbiey, Zimi hobo , Mncedisi Fongo, Maliviwe Soqhaga Madlamini Omhle, Natia Phumlaphi, Mamzondi Mirhakazi, Khanyisa MneneFusa, Iyazi Mboxela Madiba, Lathith'ilanga Mtyebi, Indie Phi Le, Ayabulela Tham, Pretty A Ella, Asezer Luthuli Avuyonke, Oyisa ʚʆɞ

08/12/2025

Big shout out to my newest top fans! Thai Mbatsha Wamazangwa, Mimi Mimza, Narthiey KaMarsbiey, Zimi hobo , Mncedisi Fongo, Maliviwe Soqhaga Madlamini Omhle, Natia Phumlaphi, Mamzondi Mirhakazi, Misovuo Akhona Sikwele, Khanyisa MneneFusa, Iyazi Mboxela Madiba, Lathitha Mtyebi, Indie Phi Le, Ayabulela Tham, Pretty A Ella, Asezer Luthuli Avuyonke, Oyisa ʚʆɞ

07/11/2025

fb.com/stars guys ningakwazi comment.a using star please support me I need this money

07/11/2025

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Tandile Dumezweni, Ngcalikazi Conjwa

26/10/2025

Big shout out to my newest top fans! Thai Mbatsha Wamazangwa, Mimi Mimza, Narthiey KaMarsbiey, Indie Phi Le, Ayabulela Tham, Mncedisi Fongo, Maliviwe Soqhaga Madlamini Omhle, Natia Phumlaphi, Somila Thabisa Dyaloyi Jebe, Mamzondi Mirhakazi, Esinako Thembekile, Misovuo Akhona Sikwele, Khanyisa MneneFusa, Li Hlu Mea, Iyazi Mboxela Madiba, Pretty A Ella, Asezer Luthuli Avuyonke, Oyisa ʚʆɞ

25/10/2025

molweni zithandwa zam

25/10/2025

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Rethabile Othandwayo Mbunya, Thabisa Liti, Beauty Beauty, Bungcwele Mihle Dyasi, Anexolo Aneh, Nasiphi Mfanta, Kunge Bhayiyana, Asanda Nonduli, Spark Shiney Spark, Imvikele Shumane, Asekhona M. Nkosini, Liqhawe Wabo Avethandwa, Busisiwe Nomgejo

21/01/2025

.guys niyatyhafisa nina anisareact.i nina,i should say this I've lost many reactors to you

19/01/2025

Insert 17
so ndi decider uba mandiye ndifuna umva ukayla ukuba uzakuthini,ndiye ndahlamba ndanxiba I tight oblack ne baggy skiper jersey ndabopha inwele zam ndathatha ibag yam ndithe xa ndizophuma wabe noSekhona sekegqibile uhamba then wathi masambe so apha endleleni bendizithulele ndizama iqhinga loba ndingamdump.a njani uSekhona ndiyobona uKayla so siye safika emall senza ezizinto besizizele,sithe sisese line.ini yobhatala wafumana call uSekhona 3thu makaleqe e office.ini ngoku so wandishiya necard wathi ndifune I urber so ndithe xa ndigqiba ubhatala ndabhalela uKayla imessage ethi sodibana phi?ngabani ixesha?uphendule ngokukhawuleza ngongathi kudala elindele imessage yam esithi ngase warehouse le ingase bridge.ini,okay so ndiye ndaqala endlini ndayobeka grocery so ndakugqiba ndahamba ndithe xa ndifika nankuya undilinde ngasemotweni yakhe.
Kayla:what took you so long?
Akuminto:bekumele ndiqale ndasa igrocery endlini so bendingena choice and noSekhona ebengafuni ndihambe ezam
Kayla:okay so masingqale emxholweni I will give you 100 000 uhlukane noSekhona uyoqala impilo yakho kwenye indawo apho ungazophinda nibonane khona yenzele ndizohlala noSekhona wam in peace because you are disturbing us
Akuminto: I will think about it (nditsho ndiphuma emotweni ndigoduka kuba ndileqa uSekhona athi efika ndibe sekudala ndipha

Akuminto's pov

Ndi decider uba mandiyivume le proposal yakhe and zininzi izinto ezindenze ndifune uhamba apha because uSekhona controlling uyandicontrol.a caba ngeke ndenze izinto endizifunayo ngexesha lam uye wangena ndikwesezongcinga zozama uqhwesha apha kuye

Address

Umtata

Telephone

+27724988046

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ndakwenzani mama posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category